https://xh.wikipedia.org/wiki/Inzululwazi
https://xh.wikipedia.org/wiki/Inzululwazi
XH.WIKIPEDIA.ORG
Inzululwazi
Inzululwazi (Ngolwimi lwesiLatini kuthiwa yiscientia, oko kuthetha ukuthi "Ulwazi") yinkqubo eyenziwa ngezicwangciso, ngeendlela ezamkelekileyo nangemiqathango yophando kwinzululwazi ngendlela eya kwenza ukuba kubelula ukuba luvavanywe kunjalo nje luphicothwe, kutsho kubelula ukwenza uqikelelo ngeziphumo zophando olwenziwa kweli phakade. Yonke ke le miqathango yophando kufuneka ilandelwe ngenyameko xa kuqokolelwa ulwazi olu loluhlobo. Kwintsingiselo yakudla nekuyeyona ibusondela kule, inzululwazi ikwabhekisa kuhlobo lolwazi olunokugocwa-gocwa ngemibuzo ze ke ngoko lube lwakheke phezu kwezizathu ezivakalayo nezinokuthi zichazwe ngokwamanqaku avakalayo ze ke ngoko lube lulwazi ekunokungqiyanywa kulo ngenxa yokuthembeka kwalo ingakumbi xa lusetyenziswa. Lowo usebenza ngobunzululwazi kuthiwa yingcali yezophando. Kwisigaba sexesha elide, inzululwazi njengohlobo lolwazi yayisondele kakhulu ngonxibelelwano kwiFilosofi. Inzululwazi yile nto siyenzayo xa sifuna ukufunda ngokwenzeka kwindalo yehlabathi. Iyiphysics, ikhemistri, ibhayoloji, ijiyoloji kunye ne-astronomy. Kwinzululwazi kusetyenziswa imathematics, kwaye into okanye isenzeko sifundwa ngobunjalo...
41 Tags 0 Compartilhamentos 1 Visualizações

Password Copied!

Please Wait....